Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 15:3-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Ngongàhlebiyo ngolwimi lwakhe,Ongamenziyo into embi uwabo,Ongamngcikiviyo ummelwane wakhe;

4. Odelekileyo, ecekiseka, kwawakhe amehlo,Obazukisayo ke bona abamoyikayo uYehova;Ofunga, angajiki, nokuba kubi kuye,

5. Ongayinikeliyo imali yakhe ukuba adle abantu ngayo,Ongenakugaqelwa ngaye omsulwa.Okwenzayo oko akayi kuza ashukunyiswe naphakade.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 15