Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 149:4-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngokuba uYehova uyakholiswa ngabantu bakhe,Uyabahombisa abalulamileyo ngoloyiso.

5. Mabadlamke benozuko abenceba,Mabamemelele besezililini zabo.

6. Yimibongo kaThixo emqaleni wabo,Likrele elintlangothi mbini esandleni sabo;

7. Ukuze benze impindezelo ezintlangeni,Izohlwayo ezizweni;

8. Bakhonkxe ookumkani bazo ngemixokelelwane,Nabazukileyo kuzo ngamakhamandela esinyithi;

9. Benze kubo isiko elibhaliweyo.Luzuko olo lwabakhe benceba bonke.Haleluya!

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 149