Ndívise kwakusasa inceba yakho,Ngokuba ndikholose ngawe.Ndazise indlela endiya kuhamba ngayo:Ngokuba ndiwuphakamisela kuwe umphefumlo wam.