Yehova, yiva umthandazo wam, kubekele indlebe ukutarhuzisa kwam;Ndíphendule ngokunyaniseka kwakho, ngobulungisa bakho.