Ekutyhafeni komoya phakathi kwam,Ùyayazi wena ingqushu yam.Emendweni endihamba ngawoBandiqhushekela isibatha.