Intliziyo yam musa ukuyithobela entweni embi,Ukuba isebenze intlondi yokungendawoNamadoda asebenza ubutshinga;Mandingazidli izimnandi zawo.