Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 139:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yehova, ùndigocagocile, wandazi.

2. Wena uyakwazi ukuhlala kwam nokusuka kwam;Uyaziqonda izicamango zam nakude.

3. Ukuhamba kwam nokulala kwam, ùyakwela;Uqhelene neendlela zam zonke.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 139