Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 137:2-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

2. Emingculubeni phakathi kwayoSazixhoma khona iihadi zethu.

3. Ngokuba khona apho abathimbi bethu basibizaIzango zengoma;Abathuthumbisi bethu basibiza uvuyo,Besithi, Sivumeleni ingoma yaseZiyon.

4. Singáthini na ukuvuma ingoma kaYehovaEmhlabeni wolunye uhlanga?

5. Ukuba ndithe ndakulibala, Yerusalem,Masinyèle isandla sam sokunene.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 137