1. Yehova, mkhumbulele uDavideUkucinezeleka kwakhe konke;
2. Yena wamfungelayo uYehova,Wabhambathisa kwimbalasane enguThixo kaYakobi,
3. Esithi, Andiyi kungena ententeni eyindlu yam,Andiyi kunyuka ndiye esililini, emandlalweni wam;
4. Andiyi kuwanika amehlo am ubuthongo,Neenkophe zam ukozela: