Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 130:1-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ezinzulwini ndinqula wena, Yehova,

2. Nkosi, yiva ilizwi lam.Iindlebe zakho mazilibazeleIlizwi lokutarhuzisa kwam.

3. Ukuba uthe wabunqala ubugwenxa, Yehova,Ngubani na ongaba nokuma, Nkosi?

4. Ngokuba kunawe ukuxolela,Ukuze woyikwe.

5. Ndithembéle kuYehova, uthembile umphefumlo wam;Ndilindé ilizwi lakhe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 130