Waza wazala kukuhleka umlomo wethu,Lwazala kukumemelela ulwimi lwethu.Baza bathi phakathi kweentlanga,UYehova ubenzele izinto ezinkulu aba.