Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kwamahlwempu,Ndiya kusuka ndime ngoku, utsho uYehova;Ndiya kumbeka elusindisweni lowo ululangazelelayo.