Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 116:9-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Ndiya kuhamba-hamba phambi koYehovaEmazweni abaphilileyo.

10. Ndiyakholwa, xa ndithethayo;Mna ndicinezelekile kunene.

11. Ndathi mna ekuphakuzeleni kwam,Bonke abantu ngamaxoki.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 116