Iindumiso 114:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Ekuphumeni kukaSirayeli eYiputa,Kwendlu kaYakobi ebantwini abantetho ingaziwayo, UYuda waba yingcwele