Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 109:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo wendumiso yam, musa ukuthi tu;

2. Ngokuba bandakhamisele umlomo ongendawo, nomlomo onenkohliso;Bathetha ngam ngolwimi lobuxoki.

3. Bandijikele ngeentetho zentiyo;Balwa nam ngelizé.

4. Ekubeni mna ndibathanda, bona bayandichasa,Ndibe mna ndithandaza.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 109