Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 107:38-42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Wabasikelela, banda kunene,Iinkomo zabo akazinciphisa.

39. Bancipha, basibekekaNgokukhanyangwa bububi nesingqala.

40. Úwagalele ngendelo amanene,Wawadingisa enyanyeni, kungekho ndlela.

41. Walisa engxondeni ihlwempu, kùde nengcinezelo,Walenzela imizalwana yanjengomhlambi.

42. Baya kubona abathe tye, bavuye,Bonke ubugqwetha buvale umlomo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 107