Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho,Ndivuye ekuvuyeni kohlanga lwakho,Ndiqhayise kunye nelifa lakho.