Ke yona inceba ka Yehova ikwabamoyikayo, kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni,Nobulungisa bakhe bukoonyana boonyana;