Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 102:26-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. Ezo zinto ziya kudaka, wena ke ume;Zona zonke ziya konakala njengengubo,Wòzigugisa njengesambatho, ziguge;

27. Ke wena uhleli unguwe,Iminyaka yakho ayinakuphela.

28. Oonyana babakhonzi bakho baya kuhlala,Imbewu yabo izimasèke phambi kwakho.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 102