Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 9:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiwumisé umnqophiso wam nani, ukuba ingabi sanqunyulwa yonke inyama ngamanzi onogumbe, kungabi sabakho nogumbe wokulonakalisa ihlabathi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 9

imbono Igenesis 9:11 kwimeko