Wénjenje ukuwenza: bube ngamakhulu omathathu eekubhite* ubude bomkhombe, namashumi omathathu eekubhite ububanzi bawo, namashumi omathathu eekubhite ukuphakama kwawo.