Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 48:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Àkavuma uyise, wathi, Ndiyazi, nyana wam, ndiyazi; naye uya kuba sisizwe, naye uya kuba mkhulu; kodwa umninawa wakhe uya kuba mkhulu kuye, nembewu yakhe ibe ziintlanga ezininzi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 48

imbono Igenesis 48:19 kwimeko