Ukuba akuthanga umthume, asiyi kuhla; kuba indoda leyo yathi kuthi, Àniyi kububona ubuso bam, engabangakho nani umninawa wenu.