Wazifanisa uYuda, wathi, Ulilungisa kunam; wenzé kuba ndingamnikanga uShela, unyana wam. Akabanga sabuya amazi.