Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 38:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi ngelo xesha, wehla uYuda, esuka kubazalwana bakhe, waya wayimisa intente yakhe ngakwindoda yaseAdulam, egama linguHira.

2. UYuda wabona khona intombi yendoda engumKanan, egama linguShuwa; wayizeka, wayingena.

3. Yamitha, yazala unyana; wathi igama lakhe nguEre.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38