Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 37:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiyo le ke inzala kaYakobi. UYosefu, engominyaka ilishumi linesixhenxe ezelwe, wayesalusa impahla emfutshane ndawonye nabakhuluwa bakhe; yena ke, engumfana, wayenoonyana bakaBhiliha, noonyana bakaZilipa, abafazi bakayise. UYosefu wazisa udaba lwabo olubi kuyise.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 37

imbono Igenesis 37:2 kwimeko