Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 31:50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba ùthe wazicinezela iintombi zam, nokuba ùthe wazeka abafazi phezu kweentombi zam, akukho bani unathi. Khangela, uThixo ulingqina phakathi kwam nawe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 31

imbono Igenesis 31:50 kwimeko