Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 31:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uRakeli ebeyithabathile imilonde-khaya, wayifaka phakathi kwesali yenkamela, wahlala phezu kwayo. ULabhan wayiphuthaphutha yonke intente, akayifumana.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 31

imbono Igenesis 31:34 kwimeko