Wabaleka ke, yena nako konke abenako; wesuka, wawuwela uMlambo,* wabubhekisa ubuso bakhe entabeni yaseGiliyadi.