Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 27:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi yena, Ndinguye. Wathi, Sondeza kum ndidle inyamakazi yonyana wam, ukuze umphefumlo wam ukusikelele. Wayisondeza kuye, wadla, wamzisela newayini, wasela.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:25 kwimeko