URebheka wathabatha iingubo zikaEsawu, unyana wakhe omkhulu, ezinqwenelekayo, ezibe zikuye endlwini, wamambathisa uYakobi unyana wakhe omnci.