Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 21:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuAbraham, Mgxothe umkhonzazana nonyana wakhe; kuba unyana waló mkhonzazana akayi kulidla ilifa ndawonye nonyana wam uIsake.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 21

imbono Igenesis 21:10 kwimeko