Akatshongo na yena kum ukuthi, Ngudade wethu, naye ngokwakhe wathi, Ngumnakwethu? Le nto ndiyenzé ngentliziyo yam ígqibelele, nangezandla zam zímsulwa.