Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 19:36-38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

36. Zamitha zombini iintombi zikaLote ngoyise.

37. Eyamazibulo yazala unyana, yambiza ngegama elinguMowabhi;* yena nguyise wamaMowabhi unanamhla.

38. Nencinane yazala unyana, yambiza ngegama elinguBhen-ami;* yena nguyise wonyana baka-Amon unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 19