Waphinda kanjalo wathetha kuye, wathi, Hi ke, kwafunyanwa khona amashumi omané? Yathi, Andiyi kukwenza ngenxa yamashumi omané.