Ndiya kumsikelela; kananjalo ndikùnike unyana ngaye, ndimsikelele, abe ziintlanga, kuphume ookumkani bezizwe kuye.