Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSarayi, umka-Abram, wamthabatha uHagare um Yiputazana, umkhonzazana wakhe, emveni kokuba uAbram wayehleli iminyaka elishumi ezweni lakwaKanan, wamnika uAbram indoda yakhe ukuba abe ngumkakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 16

imbono Igenesis 16:3 kwimeko