Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 16:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Walibiza igama likaYehova, obethetha naye, wathi, ÙnguThixo ozibonakalisayo. Ngokuba wathi, Ndisabona na nalapha, emveni kokuba ndimbonile?

14. Ngenxa yoko walithiya elo qula igama lokuthi liQula likaPhila-ebonile; nâlo phakathi kweKadeshe neBherede.

15. UHagare wamzalela uAbram unyana; uAbram ukumthiya igama unyana wakhe, lowo abemzalele yena uHagare, wathi nguIshmayeli.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 16