UArpakishadi wahlala emveni kokuzala kwakhe uShela iminyaka emakhulu mané anamathathu, wazala oonyana neentombi.