Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 10:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yiyo le ke inzala yoonyana bakaNowa: uShem, noHam, noYafete. Bazalelwa oonyana emveni konogumbe.

2. Oonyana bakaYafete nguGomere, noMagogi, noMadayi, noYavan,* noTubhali, noMesheki, noTirasi.

3. Oonyana bakaGomere nguAshekenazi, noRifati, noTogarma.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 10