Thumela ngoku, ukhawuleze, uhlanganise imfuyo yakho, neento zakho zonke onazo ezindle; bonke abantu neenkomo ezifunyenwe endle zingàhlanganiselwanga ekhaya, zohlelwa sisichotho, zife.