Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 4:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Ekuhambeni kwakho ubuyela eYiputa, uze ukhangele ukuba uzenze phambi koFaro zonke izimanga, endizibeke esandleni sakho. Ke mna ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe, angabandululi abantu.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 4

imbono Ieksodus 4:21 kwimeko