Wasenza nesibingelelo sedini elinyukayo ngomngampunzi: ubude baso baba ziikubhite* ezintlanu, ububanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, sambombo-né; ukuphakama kwaso kwaziikubhite ezintathu.