Ubude belengalenga lilinye baba ziikubhite* ezimashumi mabini anesibhozo, ububanzi belengalenga lilinye baba ziikubhite eziné, amalengalenga alingana onke.