Ubude belengalenga lilinye baba ziikubhite ezimashumi mathathu, ububanzi belengalenga lilinye baba ziikubhite eziné; loo malengalenga alishumi elinalinye alingana.