Wathi yena, Àsilizwi lakuduma kwabeyisayo, àsilizwi lakukhala kwabeyiswayo; lilizwi labahlabelayo nabavumayo, endilivayo mna.