Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 32:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke babona abantu ukuba uMoses ulibele, akehli entabeni; bababizela ndawonye abantu kuAron, bathi kuye, Sukume, usenzele uthixo oya kuhamba phambi kwethu; kuba lo Moses, le ndoda yasinyusayo ezweni laseYiputa, asazi ukuba uhlelwe yintoni na.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 32

imbono Ieksodus 32:1 kwimeko