Testamente Endala

Testamente Entsha

Ieksodus 30:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. bahlambele kulo uAron noonyana bakhe izandla zabo neenyawo zabo.

20. Ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana bohlamba ngamanzi, bangafi; nasekusondeleni kwabo esibingelelweni, besiza kulungiselela nokuqhumisela ngokudla kwasemlilweni kuYehova;

21. bohlamba ke izandla zabo neenyawo zabo, ukuze bangafi; ibe ngummiselo ongunaphakade kubo, kuye lo, nakwimbewu yakhe kwizizukulwana zabo.

funda isahluko epheleleyo Ieksodus 30