Isisitheliso eso uze usenzele iintsika zibe ntlanu ngomngampunzi, uzàleke ngegolide; amagwegwe azo abe ngawegolide; uzityhidele iziseko zobhedu zibe zihlanu.