Ubude belengalenga lilinye boba ziikubhite* ezimashumi mabini anesibhozo, ububanzi belengalenga lilinye bube ziikubhite eziné; onke amalengalenga alingane.